Indlela Esiye Sanceda Ngayo Ngo-2025

UAirbnb.org uye wanceda kwiintlekele ezingaphezu kweziyi-60 ngo-2025 ngenxa yale ntsapho imangalisayo. Sikunye nababuki zindwendwe nabantu abanikelayo, sinikezele ngeendawo zokuhlala zongxamiseko simahla ebantwini abangaphezu kwe-33 000 ngexesha leenkanyamba, lemililo yamahlathi, lezikhukula, nelezinto ezingakumbi.
Qhubeka usinceda
Ingqokelela yababuki zindwendwe, iindwendwe namavolontiya

Amazwe ayi-12Iintlekele eziyi-68Iintsuku eziyi-126 260Izilwanyana zasekhaya eziyi-3 260

Abantu abayi-33 061 bafumanelwe indawo yokuhlala simahla

Indlela esetyenziswa ngayo iminikelo

Ngenxa yokuba uAirbnb ebhatalela zonke iindleko zokusebenza zika-Airbnb.org, wonke umnikelo wakho usetyenziselwa ukubhatalela iindawo zokuhlala zasimahla zexesha longxamiseko.
Ingqokelela yababuki zindwendwe, iindwendwe namavolontiya

Ilungele wonke umntu

UAirbnb.org ubhatala iindleko zeentsuku zokuhlala ngexesha longxamiseko ukuze iintsapho ezidingayo zihlale simahla nababuki zindwendwe basekuhlaleni.
Ingqokelela yababuki zindwendwe, iindwendwe namavolontiya