Free, emergency housing for neighbors in need.
During disasters and other times of crisis, Airbnb.org funds free, emergency housing for displaced people, first responders, and other people in need.
Donate now
Reinventing short-term, emergency stays.
We believe that free, emergency housing in homes helps people recover. Because Airbnb.org is supported by Airbnb, 100% of donations fund emergency stays.
Iphumelele emhlabeni wonke.
Together with hosts and donors, we’re making an impact.
1.6M
iintsuku ezingabhatalelwayo
Ayi-250K
abantu abafunyanelwe indawo
135
amazwe aye ancedwa
Iminikelo ibhatalela iindawo zokuhlala kuphela. Ayikho enye into.
Our model is unique. Operating costs are covered by Airbnb, so all public donations are used to fund free, emergency stays.

Yenza okuthile
Zimbini iindlela eziphambili zokunikela ukuze uncede uAirbnb.org anikezele ngendawo yokuhlala yongxamiseko simahla.

Nikela ngemali
Nikela kube kanye okanye unikele nyanga nganye ukuze uAirbnb.org akwazi ukufumana indawo yokuhlala yexesha longxamiseko.

Buka iindwendwe kwindawo yokuhlala
Ukuba ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb, ungakhetha ukufaka iAirbnb yakho ngexabiso elinesaphulelo ebantwini abachatshazelwe zintlekele okanye zezinye iingxaki.
Isihlandlo ngasinye sokuhlala sinebali
Masikwazise ebantwini abachaphazelwe zintlekele nabantu abanikele ngoncedo.
Iphepha le-1 kwayi-1



