Umlilo waseCoches
UAirbnb.org unikezela ngendawo yokuhlala yongxamiseko simahla ebantwini abafuduke ngenxa Yomlilo waseCoches eSan Diego.
UAirbnb.org usebenzisana no-211 San Diego, echonga abantu badinga iindawo zokuhlala zongxamiseko aze abadibanise nendawo yokuhlala simahla.Indlela onokunceda ngayo
ungavula iakhawunti ukuze unikezele ngeendawo zokuhlala ezinezaphulelo ebantwini abachaphazelekileyo. UAirbnb akayitsali imali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb kubabuki zindwedwe nakwiindwendwe zika-Airbnb.org. Ababuki zindwendwe ababhalisela ukunikezela ngeendawo zabo ngoAirbnb.org bafumana i-inshorensi yokukhuselwa kombuki zindwendwe kumonakalo neinshorensi yokubhatalela umonakalo oqhelekileyo yeAirCover kwindawo nganye ebhukishiweyo.
Ukuba ungathanda ukunceda ngokunikezela ngeendawo zokuhlala simahla ebantwini abachatshazelwe Ngumlilo waseCoches, unganikela kuAirbnb.org. Yonke iminikelo iya ngqo kwiindawo zokuhlala zongxamiseko. Ukuba ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb,