Nikela ngemali

Nceda uAirbnb.org anikezele ngendawo yongxamiseko simahla emva kweentlekele ezifana nemililo okanye izikhukula okanye ezinye iingxaki ezifana nokuhambela ezonyango. Yonke iminikelo ibhatalela iindawo ngexesha longxamiseko.

Sele ungumbuki zindwendwe kwa-Airbnb? Nikela qho ubhatalwa

Yonke iminikelo ibhatalela ngqo iindawo ngexesha longxamiseko

Nikela ngoku
Umntu endlini

Iyakhawuleza ibe ibhetyebhetye

UAirbnb.org unceda ngokunikezela ngeendawo zexesha elifutshane, ngexesha longxamiseko kwiiyure nje ezimbalwa. Ababuki zindwendwe, iinkampani esisebenzisana nazo nabantu abasixhasayo ngabo abenza le nto yenzeke.
Umatshini wokuhlamba iimpahla

Kwindawo yokwenyani

Iminikelo yakho ibhatalela iindawo ngexesha longxamiseko ezinezinto ezinceda abantu baqalele phantsi—njengekhitshi, indawo yokuhlamba iimpahla okanye indawo yabantwana okanye yezilwanyana zasekhaya.
Intsapho yabantu

Ukuxhasa iintsapho

Ngenxa yokuba iminikelo ibhatalela izindlu, imali ihlala kwiingingqi ezichaphazelekileyo ezisengxakini, inceda wonke umntu achache.

Bona iindlela ekuncedwe ngazo

Ngokudibanisa amandla etekhnoloji nawentsapho, uAirbnb.org uye wanikezela ngeendawo zongxamiseko simahla ezifikelela kwiintsuku eziyi-1,6 miliyoni ukususela ngo-2020.

Bona iindlela ekuncedwe ngazo

Ngokudibanisa amandla etekhnoloji nawentsapho, uAirbnb.org uye wanikezela ngeendawo zongxamiseko simahla ezifikelela kwiintsuku eziyi-1,6 miliyoni ukususela ngo-2020.

Umnikelo we$110 unceda ekunikeleni ngendawo yongxamiseko usuku olunye.

Ibhrashi yokususa uboya eyifowuni
Ibhrashi yokususa uboya

Imibuzo Edla Ngokubuzwa