Ugqabhuko-dubulo lwemibhobho yegesi eMalaysia
Abamelwane abanceda abamelwane

Xa uJayden weva ngombhobho wegesi owaye waqhushumba ePutra Heights ngoAprili 2025, wakhawuleza waqhakamshelana nenethiwekhi yakhe ukuze ancede abantu abaye bafuduswa yintlekele.
NjengeCEO yeHostPlatform, uJayden usebenza namawaka ababuki zindwendwe eMalaysia nakuMzantsi mpuma weAsia ukuze abancede balawule izinto zabo ezinokubhukishwa. Ngoko, akufumanisa ukuba uAirbnb.org unika abantu abachatshazelwe lugqabhuko-dubulo indawo yokuhlala ngexesha longxamiseko simahla iiveki ezimbini, yena noogxa bakhe, uKen noEunice, bakhuthaza ababuki zindwendwe basePutra Heights ukuba bafumane amakhaya abo badinga uncedo.
“Siyazidla ngokukwazi ukunceda nokunikela ebantwini basekuhlaleni kuba lo ngumthwalo wethu njengabantu baseMalaysia”
Ukuzibophelela kwabo kwakungaphaya kunokunceda nje—baya nakwiintlanganiso zasekuhlaleni kwindawo yokhuseleko apho abantu abaninzi abasindileyo babehlala khona, bebanceda bavule iakhawunti kwa-Airbnb.org
Yenza okuthile
Joyina intsapho yomhlaba wonke enikezela ngeendawo zokuhlala ngexesha longxamiseko ngamaxesha obunzima.
Funda okungakumbiIsihlandlo ngasinye sokuhlala sinebali
Bona abantu abachaphazelwe zintlekele nabantu ababancedileyo.
Iphepha le-1 kwayi-1