Inyikima yaseKumamoto

Julayi 2026

UAirbnb.org usebenzisana noPeace Boat Disaster Relief Center, noPeace Winds Japan, noJapan Platform ukuze enze umsebenzi wokunceda kwiindawo ezichaphazelekileyo. Njengoko umsebenzi wokunceda uqhubeka, uAirbnb.org nemibutho engenzi nzuzo asebenzisana nayo baza kusebenzisana ngokusondeleyo ukuze bafumane ezona ndlela zisebenzayo zokuxhasa abo bachaphazelwe yinyikima ngokubanika indawo yokwexeshana okanye ngokuxhasa umsebenzi wokunceda phaya.

Indlela onokunceda ngayo

Ukuba ungathanda ukunceda ngokunikezela ngeendawo ezisimahla ebantwini abachatshazelwe yinyikima, unganikela kuAirbnb.org. Yonke iminikelo iya ngqo kwiindawo zongxamiseko. Ukuba ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnbungavula iakhawuntiukuze unikezele ngeendawo ezinezaphulelo ebantwini abachaphazelekileyo. UAirbnb unikela ngemali ebhatalwa ngumntu obuka iindwendwe kuAirbnb.org ngezi ndawo ibe ugcina i-Inshorensi Yababuki Zindwendwe baseJapan eyenzelwe ababuki zindwendwe baseJapan isebenza qho kubhukishwa.

Unemibuzo?

Qhakamshelana neqela lokunceda abathengi lika-Airbnb.org. Linokuphendula imibuzo lize lincede iindwendwe nababuki zindwendwe.

Unemibuzo?

Qhakamshelana neqela lokunceda abathengi lika-Airbnb.org. Linokuphendula imibuzo lize lincede iindwendwe nababuki zindwendwe.