Izikhukhula zaseKittredge

Juni 2026

UAirbnb.org usebenzisana noMile High United Way ukuze anikezele ngendawo yongxamiseko esimahla ebantwini abaye bafuduka ngenxa yezikhukula zaseKittredge.Abahlali abachatshazelwe zizikhukula banokufaka izicelo zendawo ukuba eyona ndawo abahlala kuyo ikwindawo ekunyanzelekileyo ukuba kufudukwe kuyo, ibe singakwazi ukuqinisekisa ukuba bangoobani. Umele ube neakhawunti ka-Airbnb ukuze uqinisekise ukuba unguwe nyhani, ukuba awunayo ungayivula apha. Ukuba kunesaziso sokuba kuza kufuneka ufuduke okanye ulunyukiswe ngokufuduka, okwangoku awukufanelekeli ukufumana indawo yexesha longxamiseko ngoAirbnb.org.

Indlela onokunceda ngayo

Ukuba ungathanda ukunceda ngokunikezela ngeendawo esimahla ebantwini abachatshazelwe zizikhukhula, unganikela kuAirbnb.org. Yonke iminikelo iya ngqo kwiindawo ekuhlalwa kuzo zongxamiseko. Ukuba ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb, ungavula iakhawunti ukuze unikezele ngeendawo ezinezaphulelo ebantwini abachaphazelekileyo. UAirbnb unikela ngemali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb ngumbuki zindwendwe kuAirbnb.org ngezi ndawo ibe ababuki zindwendwe bakhuselwa yiAirCover qho kubhukishwa.

Unemibuzo?

Nceda uqhakamshelane nathi ku-contact@airbnb.org