Inyikima yasePeru

Agasti 2026

Nge-18 kaJulayi, inyikima enkulu eyi-3.7 intlithe ummandla waseJunín, kufutshane nengingqi yasemaphandleni yaseChongos Bajos ePeru. Iingxelo zokuqala zibonise ukuba ngamakhaya amalunga ne-48 atshatyalalisiweyo ibe amanye ayi-18 onakalisiwe, nto leyo echaphazele abantu abamalunga ne-300.UAirbnb.org usebenzisana noTECHO Internacional ukuze anikezele ngendawo yokuhlala simahla, yongxamiseko kubasebenzi ababalulekileyo.

Indlela onokunceda ngayo

Ukuba ungathanda ukunceda ngokunikezela ngeendawo ezisimahla ebantwini abachatshazelwe yinyikima, unganikela kuAirbnb.org. Yonke iminikelo iya ngqo kwiindawo zongxamiseko. Ukuba ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb, ungavula iakhawunti ukuze unikezele ngeendawo ezinezaphulelo ebantwini abachaphazelekileyo. UAirbnb unikela ngemali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb ngumntu obuka iindwendwe kuAirbnb.org ngezi ndawo ibe ababuki zindwendwe bakhuselwa yiAirCover qho kubhukishwa.

Unemibuzo?

Qhakamshelana neqela lokunceda abathengi lika-Airbnb.org. Linokuphendula imibuzo lize lincede iindwendwe nababuki zindwendwe.

Unemibuzo?

Qhakamshelana neqela lokunceda abathengi lika-Airbnb.org. Linokuphendula imibuzo lize lincede iindwendwe nababuki zindwendwe.