Nceda njengombuki zindwendwe
Iindawo zongxamiseko ezifumaneka ngoAirbnb.org zinceda iindwendwe zifumane indawo yexesha elifutshane kwiindawo ezifana neyakho xa zichatshazelwe yintlekele okanye yimeko yongxamiseko, njengokuhamba ukuze zifumane unyango.

Isizathu sokuba ukubuka iindwendwe kunceda
Xa ufaka indawo yakho kuAirbnb, iza fumaneka kwiindwendwe zika-Airbnb.org ukuze ziyibhukishe ngexesha likaxakeka.

Njengendawo eqhelekileyo
UAirbnb.org ubhatalela iindawo zongxamiseko zabantu abadingayo, ngoko ababuki zindwendwe bayabhatalwa njengesiqhelo.

Ukukhuselwa ngendlela efanayo
Iindawo zika-Airbnb.org zisebenza njengezinye iindawo kuAirbnb, zineakhawunti eqinisekisiweyo neAirCover.

Iqela lokunceda elikhethekileyo
Xa iindwendwe zihlala ngoAirbnb.org, ababuki zindwendwe bayakwazi ukufikelela kwiqela lokunceda elikhethekileyo lika-Airbnb.org.
Iindlela ezingakumbi onokunceda ngazo
Iphepha le-1 kwayi-1
Intsapho yethu
Ukususela ngo-2020, ababuki zindwendwe emhlabeni wonke baye banceda uAirbnb.org wanikezela ngeendawo zongxamiseko ezifikelela kwiintsuku eziyi-1,6 miliyoni.
Intsapho yethu
Ukususela ngo-2020, ababuki zindwendwe emhlabeni wonke baye banceda uAirbnb.org wanikezela ngeendawo zongxamiseko ezifikelela kwiintsuku eziyi-1,6 miliyoni.

Indlela oncedwa ngayo
Indlela oncedwa ngayo
Iphepha le-1 kwayi-1
Izinto zokubuka iindwendwe
Izinto zokubuka iindwendwe
Iphepha le-1 kwayi-1
Yiva ukuba bathini ababuki zindwendwe abafana nawe
Bona amabali asuka kubabuki zindwendwe bokwenyani baka-Airbnb.org nabantu ababancedileyo ngexesha leentlekele okanye lezinye iingxaki.
Iphepha le-1 kwayi-1
Imibuzo Edla Ngokubuzwa Ngababuki Zindwendwe
Ndiseza kubhatalwa ngeendwendwe zika-Airbnb.org?
Ewe, kuba uAirbnb.org ubhatalela iindawo zongxamiseko zabantu abadingayo, ababuki zindwendwe bayabhatalwa njengakuyo nayiphi na enye indawo yokuhlala.
Ngaba kukho nantoni na eyongezelelekileyo efunekayo kwiindawo zika-Airbnb.org?
Hayi akunjalo. Iindawo zongxamiseko zasimahla ezifumaneka ngoAirbnb.org zinceda iindwendwe zifumane indawo yexesha elifutshane kwiindawo ezifana neyakho emva kokuba zichatshazelwe yintlekele, kukugula okanye ngamanye amaxesha obunzima. Amaxesha amaninzi, yindlela nje oyihoye ngayo indawo yakho ethuthuzela umntu odingayo. Akukho mfuneko yokuba wenzele iindwendwe zika-Airbnb.org nantoni na eyongezelelekileyo, kodwa ukuba ungathanda ukunceda, ungaseta isaphulelo kwinto enokubhukishwa yakho kwiindawo ngexesha longxamiseko kuphela.
Ngaba kufuneka ndivule iakhawunti ukuze ndibuke iindwendwe ngoAirbnb.org?
Akukho mfuneko yokuvula iakhawunti. Iindwendwe ezihlala ngoAirbnb.org ngamaxesha entlekele okanye engxaki zinokubhukisha nayiphi na into enokubhukishwa kuAirbnb. Zonke iindwendwe ezibhukishayo kufuneka zigqibe inkqubo ka-Airbnb yokuqinisekisa ukuba zingabo nyhani na njengakuyo nayiphi na enye indawo ka-Airbnb.














