Izikhukula zaseWisconsin

UAirbnb.org unikezela ngendawo yokuhlala simahla, yongxamiseko ebantwini abafuduke ngenxa yezikhukula zaseMilwaukee, eWI. UAirbnb.org usebenzisana neUnited Way of Wisconsin namagosa karhulumente nawasekuhlaleni ukuze achonge abo badinga kakhulu iindawo zokuhlala zongxamiseko aze abadibanise nendawo yokuhlala simahla.

Indlela onokunceda ngayo

Ukuba ungathanda ukunceda ngokunikezela ngeendawo zokuhlala simahla ebantwini abachatshazelwe zizikhukhula, unganikela kuAirbnb.org. Yonke iminikelo iya ngqo kwiindawo zokuhlala zongxamiseko. Ukuba ungumbuki zindwendwe wakwa-Airbnb, ungavula iakhawunti ukuze unikezele ngeendawo zokuhlala ezinezaphulelo ebantwini abachaphazelekileyo. UAirbnb akayitsali imali ebhatalelwa ukusebenzisa uAirbnb kubabuki zindwedwe nakwiindwendwe zika-Airbnb.org. Ababuki zindwendwe ababhalisela ukunikezela ngeendawo zabo ngoAirbnb.org bafumana i-inshorensi yokukhuselwa kombuki zindwendwe kumonakalo neinshorensi yokubhatalela umonakalo oqhelekileyo yeAirCover kwindawo nganye ebhukishiweyo.